Kabza De Small - Khusela (feat. Msaki)

Khusela (feat. Msaki)

Kabza De Small
Khusela

Bawo khusela abantwana bakhoBawo khusela abantwana bakho

Bawo khusela (khusel' ingane zakho) abantwana bakho(Sizibika kuwe Mdali) Bawo khusela abantwana bakho(Sikelel' imini zami) Bawo khusela abantwana bakho(Ngoba yini andinayo) Bawo khusela (bendingangena kuyo)(Yiba nenceba) abantwana bakho(Theba kimi andinalo) Bawo khusela (bendi ngabamba lona)(Nqaba yimbi andinayo) abantwana bakho (wuwe ithemba lami)

Hlamba nansi inhliziyoNdizibika kuweNdizibika kuweKuwe MdaliSikelel' imini zamiSikelel' imini zamiNqaba kimi andinayoBendingangena kuyo, yibanencebaYiba nenceba kuthi, sikelel' imini zamiTheba kimi andinalo, bendi ngabamba lona

Hlamba nansi inhliziyo, uyenze ngcwele yonaNqaba kimi andinayoBendingangena kuyoNdizibika kuwe MdaliSikelel' imini zamiYiba nencebaAbantwana, abantwana bakhoThemba kimi andinalo

(Bawo khusela)bendingazi fihla kulo (abantwana bakho)Hlamba nansi inhliziyo(Hlamba nansi inhiziyo) Bawo khusela (ilungise)(Icokise uyenze msulwa) abantwana bakho (uyenze msulwa yona)

Abantwana abantwana bakho bakhalela wenaYiba nenceba kuthi yiba nencebaSingabantwana bakho yiba nenceba